Ziyakhamana (IsiXhosa novel)

R168,95

Indoda egama linguNtswela, inoonyana abathathu kumabhinqa amathathu awohlukeneyo. Igqiba kwelokuba itshate nonina walo nyana mncinci, unina kaFanta nokhula kamnandi ethandwa nguyise. Ngelixa uFanta noYisehleli bengazi nto, uNtlupheko uyabazi aze afune ukuziphindezela kubo ngenxa yokukhula kwabo tofontofo. Izinto zimoshakala mpela xa uFanta efumana isithuba sobunqununu kwisikolo uNtlupheko alisekelanqununu kuso. UNtlupheko ulibona eli njengethuba lokuziphindezela, kubaninawa bakhe abangalindelanga, nto leyo edala omkhulu wona umbhodamo… A man called Ntswela has three sons by three different women. He marries the mother of the youngest son, Fanta, who grows up comfortable and loved by his father, but unaware of his older brothers. Ntlupheko, the oldest son, grows up in hardship and hates his younger siblings. Things go wrong when Fanta becomes the principal at the school where Ntlupheko is the deputy. Ntlupheko decides to take revenge on his unsuspecting brothers, Fanta and Yisehleli, unleashing unexpected consequences…

Authors

Language

Publisher

ISBN

9780190758165

Number Of Pages

0

File Size

0.95 mb

Format

EPUB

Edition

0

Published

11-08-2020