Zajikƒ?? Izinto (isiXhosa novel)

R139,09

Inokuba kutheni bethu uYalezwa eyifihlelƒ?? iintonga emgqubeni intombi yakhe uRose malunga noyise engamaziyo? Usethamsanqeni uRose, kuba abahlobo bakhe bakumakhasi onxibelelwano bawa bevuka naye ukumxhasa kwisimo akuso. Izinto ingathi zimhambela kakuhle uRose kweleeNtlanzi ingakumbi esakuhlangana noSikhumbuzo okuluhlu lwabo bazigqatsele ubusodolophu, nothi amthembise ngokumtshata. Ukuba neqabane elifumileyo, elaziwayo, nelidala kuwe ngeminyaka akuyonto imbi! Kodwa izinto aziyiyo loo nto zijongeka ziyiyo.

Authors

Language

Publisher

ISBN

9780190745639

Number Of Pages

0

File Size

0.90 mb

Format

EPUB

Edition

0

Published

03-02-2020