Lothe lisaphuma ngo-UNcuthu LwesiXhosa. Le yincwadi elandela ngqo iimfuno zeCAPS ngokwemijikelo yeeveki ezimbini, iikota zone zonyaka, ibanga nebanga. UNcuthu LwesiXhosa luziincwadi ezintathu; incwadi yokufunda, eyomfundi neyesikhokelo sikatitshala. Incwadi yokufunda: ixhobisa abafundi ngezakhono, ulwazi nezimvo ngokwemfundo nentlalo yala maxesha neyamandulo kwilizwe ngokubanzi. Incwadi yomfundi: inika abafundi ubuchule bokwazi ukuphulaphula nokuthetha, ukufunda nokubukela, ukubhala nokusetyenziswa kolwimi besenza imisetyenzana. Le misetyenzana bayenza ngabanye, ngababini, ngamaqela naxa bebonke. Amanqanaba onke emibuzo kwakunye neendlela abafundi abafunda ngazo zilungiselelwe.
Uncuthu LwesiXhosa Grade 9 Learner’s Book (CAPS)
R7,97
Authors | GN Ndabankulu, KN Qamata, L Mbanga, NNN Swartbooi, T Jadezweni |
---|---|
Language | |
Copyright | |
Publisher | |
ISBN | 9781430732891_3yr |
Number Of Pages | 197 |
File Size | 12.07 mb |
Format | EPUB |
Edition | 1 |
Published | 01-07-2017 |