Incwadi katitshala: yona inika isikhokelo esihambelana ncakasana nencwadi yokufunda kwanencwadi yomfundi. Utitshala usilungiselelwe isicwangciso sokufundisa kumjikelo weeveki ezimbini kwiikota zone. Imizekelo yeemviwo kwiikota zone zonyaka zihamba neememorandam zazo ngokweemfuno zeCAPS. Yonke le nto iza kwenza kube lula kutitshala ukusa umxholo kubafundi. Abafundi balungiselelwe ukugqwesa kwisiGaba esiphezulu ngokuphicotha olu Ncuthu LwesiXhosa kwesi siGaba siphakathi. Ukusetyenziswa kolwimi kufumaneka xa abafundi bephulaphule, bethetha, befunda bebukela, bebhala, kanti kukwazimele geqe ukuze utitshala akucokisise
Uncuthu LwesiXhosa Grade 7 Teachers guide (CAPS)
R82,54
Authors | GN Ndabankulu, KN Qamata, L Mbanga, NNN Swartbooi, T Jadezweni |
---|---|
Language | |
Copyright | |
Publisher | |
ISBN | 9781430738459 |
Number Of Pages | 237 |
File Size | 6.02 mb |
Format | |
Edition | 1 |
Published | 01-07-2017 |