Ubomi, ungancama! (isiXhosa play)

R170,95

UNontombi, liqum-qumana lentwazana eselula efunda kwisikolo samabanga aphezulu. Uphuma kwikhaya elihlelelekileyo nelijikelezwe yintsokolo nendlala. Kwelo khaya lakhe baphila ngesibonelelo sendodla kaninakhulu. Uzibona sele engene wee gabhu kumgibe wesolotya lothando. Esikolweni afunda kuso unayo inkwenkwana athandana nayo, kodwa kunjalo ecaleni ukwanawo namaBlesser. Uthando olo lumgibisela kumhadi wodano, inkxalabo nokuzisola. Ingaba uza kuzikhupha njani bethu kulo mhadi azibona egaxeleke kuwo? Nontombi is a teenage highschooler, who lives in poverty, surviving on her grandmotherƒ??s social grant. She has a boyfriend at school, but then is approached by two blessers who offer to make her life much more comfortable. She finds herself entangled in a trap of emotions and consequences. But what is the price?

Authors

Language

Publisher

ISBN

9780190758141

Number Of Pages

0

File Size

1.54 mb

Format

EPUB

Edition

0

Published

11-08-2020