I-Study & Master Incindi Yolwimi LwesiXhosa ibhalwe liqela lababhali abanamava ukuqinisekisa usulungeko. Imithetho-siseko nomxholo wenkcazelo yePolisi kaZwelonke yeKharikhyulamu nokuHlola (CAPS) ezitolikiweyo ikho kwincwadi yomfundi nakwisikhokelo sikatitshala. Isikhokelo Sikatitshala: Isikhokelo Sikatitshala esibanzi nesinezinto ezintsha. Kwesi sikhokelo kufakwe iNkcazelo yePolisi kaZwelonke yeKharikhyulamu nokuHlola yamaBanga 10 – 12. Kunikwe iingcebiso zokufundisa umsebenzi ngamnye okwincwadi yomfundi. Yonke imibuzo ebuzwe kwincwadi yomfundi phendulwe kwesi sikhokelo. Le sikhokelo sikwaqulathe nezakhono nolwazi ekufuneka zifundisiwe kweli banga. Kukho noluhlu lwezixhobo onokuzisebenzisa xa ufundisa. Isigama esifakwe kwesi sikhokelo seso sikwiPolisi.
Authors | Nondumiso Mdekazi, Nondumiso Mdekazi, Tommy Kabanyane, Tommy Kabanyane |
---|---|
Language | |
Copyright | |
Publisher | |
ISBN | 9781316576250 |
Number Of Pages | 0 |
File Size | 3.04 mb |
Format | |
Edition | 1 |
Published | 01-08-2017 |