USingcamla Ingqaka yincwadi equlunqwe yalungiselelwa abafundi bezigaba eziphakathi kwesesi-7 ukuya kwese-9. Le ncwadi izingca ngokulandela iNkcazelo kaZwelonke yeKharithyulam nokuhlola yesigaba se-7 –9 IsiXhosa uLwimi LwaseKhaya. Iphuhlisa ngokupheleleyo ezi zakhono zilandelayo:- · Isakhono sokuphulaphula nokuthetha. · Isakhono sokufunda nokubukela. · Isakhono sokubhala nokunikezela. · Isakhono sokusetyenziswa kolwimi Ezi ncwadi zilungele ukusetyenziswa kwizikolo zonke zoMzantsi Afrika ezenza isiXhosa ULwimi Lwasekhaya. Indlela ebhalwe ngayo yenza kube lula nakubazali ukuba bancedisane nabantwana babo ekuqondeni nasekukhuseleni isiXhosa ukuba singabhangi. Ezi ncwadi zinoluhlu lweencwadi eziwela phantsi kwazo eziphuhlisa omakufundiswe kwibanga ngalinye, ekuzezi zilandelayo:- · Incwadi yomfundi · Incwadi katitshala · Incwadi yokufunda enezintlobo zoncwadi – iitsomi, amabalana, imidlalwana nenoveli ehamba yodwa.
Singcamla Ingqaka Grade 7 Learner’s Book
R16,50
Authors | |
---|---|
Language | |
Copyright | |
Publisher | |
ISBN | 9781430732952_3yr |
Number Of Pages | 222 |
File Size | 11.08 mb |
Format | EPUB |
Edition | 1 |
Published | 01-07-2017 |