Singcamla Ingqaka Grade 12 Teachers guide

R83,43

UNcuthu LwesiXhosa yincwadi equlunqwe yalungiselelwa abafundi besigaba seshumi
elinambini.
Le ncwadi iqhayisa ngokulandela iNkcazelo ye Polisi kaZwelonke yeKharityhulam nokuHlola,
egxininisa kwizakhono ezithathu ukuphulaphula nokuthetha,ukufunda nokubukela nokubhala
nokunikezela. Isakhono ngasinye sinobuchule bokusetyenziswa kolwimi.
Le ncwadi iziincwadi ezimbini, incwadi yomfundi nencwadi katitshala. Incwadi yomfundi
inezahluko ezilishumi eziqulethe imixholo ebalulekileyo kubomi babafundi beli xesha. Le ncwadi
ilungiselelwe ukuba kube lula ukuyisebenzisa. Imisebenzi eyenziwa ngabafundi kule ncwadi
ibanika ithuba lokusebenza ngeendlela ngeendlela ezahlukeneyo ezibalungiselela ukuba
bamelane nentlalo yokuzimela.
Incwadi yomfundi ihambelana nekatitshala. Incwadi katitshala isisikhokelo sokuba nayiphina
into efundwe ngumfundi utitshala uyifundisa njani na, esongeza kumava akhe obutitshala. Kuyo
yonke imisetyenzana enikiweyo zikho iimpendulo ezilindelekileyo. Utitshala nabafundi
balindeleke ukuba bongeze olwabo ulwazi okanye benze uphando ngomxholo ngamnye
abafunda ngawo kule ncwadi.

Authors

, ,

Language

Publisher

ISBN

9781430739159

Number Of Pages

184

File Size

4.72 mb

Format

PDF

Edition

1

Published

01-07-2017