Le ncwadi luchungechunge lweencwadi ezibhalwe ngenjongo yokunikhokela nokunixhasa ukuba niqhubekeke nokufunda isiXhosa uLwimi Lwasekhaya. Siphumile kwikharityhulam kaNCS ngoku singena kwentsha ebizwa ngokuba nguCAPS nethetha ukuba inkqubo iqulathe umgomo omiselwe ukuba sayame kakhulu kwimiba yokuvavanya into nganye esiyifundileyo.
Singcamla Ingqaka 12 (HL) Incwadi Yomfundi (CAPS)
R49,39
Authors | GN Ntshangase, NM Genu, NP Dudumashe-Luthango, NP Dudumashe-Luthango • NM Genu • GN Ntshangase |
---|---|
Language | |
Copyright | |
Publisher | |
ISBN | 9781430733089P |
Number Of Pages | 224 |
File Size | 63.90 mb |
Format | EPUB |
Edition | 1 |