Singcamla Ingqaka 12 (HL) Incwadi Yomfundi (CAPS)

R42,95

Le ncwadi iqhayisa ngokulandela iNkcazelo yePolisi kaZwelonke yeKharityhulam nokuHlola, egxininisa kwizakhono ezithathu ukuphulaphula nokuthetha, ukufunda nokubukela nokubhala nokunikezela.
Le ncwadi iziincwadi ezimbini incwadi yomfundi nencwadi katitshala. Incwadi yomfundi iqulathe izihloko ezilishumi ezimixholo yazo ithatyathwe kwizinto eziqhubeka kule mihla njengoko izizinto ezichaphazela ubomi babafundi ngqo.
Ubuthumbu bencwadi buqulunqwe ngobugcisa nobuchule obenza ukuba kubelula kwaye konwabeleke ukuyisebenzisa. Imiyalelo icacile yaye imisetyenzana inika umfundi amathuba amaninzi okusebenza yedwa, ngababini okanye ngamaqela.

Authors

, ,

Language

Publisher

ISBN

9781430733072P

Number Of Pages

0

File Size

63.90 mb

Format

EPUB

Edition

1