Sichumile Isixhosa Grade 8 Learner’s Books Library

R81,37

Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: n•tUkuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga.n•tlbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula.n•tlzifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu.n•tKukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso.n•tlbonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi.nZizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: Sichumile lsiXhosa lncwadi Yomfundi lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Yokufunda lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 8

Authors

, , , ,

Language

Publisher

ISBN

9780796047595

Number Of Pages

0

File Size

18.89 mb

Format

PDF

Edition

1

Published

01-10-2017