Isixhosa Ngumdiliya Grade 8 Learner’s Book Library

R81,37

Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: tUkuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga tIbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula tIzifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso tIbonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi. Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yomfundi Ibanga 8 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Yokufunda Ibanga 8 IsiXhosa Ngumdiliya Incwadi Katitshala Ibanga 8

Authors

, ,

Language

Publisher

ISBN

9780796046260

Number Of Pages

0

File Size

8.24 mb

Format

PDF

Edition

1

Published

01-10-2017