Buzani Kubawo

R84,30

UBuzani Kubawo yincwadi yomdlalo weqonga ethetha ngesiko lamandulo lakwaNtu. Lisiko apho umfana okanye intombi ibisakuthi ibonelwe undofanaye wayo ngabazali. Kule ncwadi sibona ukuguquka kwezinto: uGugulethu unyana kaZwilakhe ubhidana noyise. Lo mfana akayingene kwaphela into yokubonelwa umntu angazanga wancuma naye. Ukanti kwelinye icala uNoMampondomise akeva kwanto ngokwendiselwa kwakhe kumfana othandwe ngabazali bakhe. Kuqhawuka unobathana ngenxa yokungaboni ngaso linye phakathi komzali nomntwana. UNoMampondomise ugqiba ekubeni azisube umphemfumlo kuba engafuni kuphoxa abazali bakhe akuba ephoxwe nguGugulethu. Kulandela inyhikityha yokufa emva kwesi senzo. Zifundele ke mlesi uzivele.

Authors

, ,

Language

Publisher

ISBN

9780190419448

Number Of Pages

0

File Size

9.09 mb

Format

EPUB

Edition

0

Published

03-10-2016