Sichumile Isixhosa Grade 7 Learner’s Book Library

R81,37

Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: • Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga. • lbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula. • lzifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu. • Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso. • lbonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi. Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: Sichumile lsiXhosa lncwadi Yomfundi lbanga 7 Sichumile lsiXhosa lncwadi Yokufunda lbanga 7 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 7

Authors

, ,

Language

Publisher

ISBN

9780796047564

Number Of Pages

0

File Size

16.64 mb

Format

PDF

Edition

1

Published

01-10-2017