Umfana oselula owayesenkundleni yamatyala yayingu-Obi Okonkwo, igosa eliphezulu kwiNkozo yobuRhulumente. U-Obi Okonkwo wayetyholwa ngokwamkela isinyobo.
‘Andisifumani isizathu esibangele ukuba uvumele ukunyotywa,’ yatsho iJaji, ‘Ungumfana oselula ofundileyo. Umfana oselula esijonge lukhulu kuye.’ Uthe u-Obi akuweva la mazwi zaphalala iinyembezi. U-Obi wayelahlekelwe yinto yonke. Wayelahlekelwe ngunina. Wayebhubhile. Kwaye wayelahlekelwe nayintombi awayeyithanda – yayimshiyile, ingasayi kuphinda ibuye. Ayikho enye into eyayinokubuya imlahlekele u-Obi Okonkwo.
This eBook is in ePDF format, which enables you to:
- View the entire book offline on desktop or tablet;
- Search for and highlight text; and
- Add and edit personal notes directly in your eBook.